Izithakazelo zakwa Gontsana
Faku, Tahla kaNdayeni, Ziqelekazi, Mpondo, Matshobendlovu, Ngqungqushe, Msiza ka Njanya, Sibiside, Sigcau abathi abafazi sisinawunawu, sizukulwana sika Njanya noSibiside!
Izithakazelo zakwa Gontsana
Faku, Tahla kaNdayeni, Ziqelekazi, Mpondo, Matshobendlovu, Ngqungqushe, Msiza ka Njanya, Sibiside, Sigcau abathi abafazi sisinawunawu, sizukulwana sika Njanya noSibiside!
Bandezi means Sun (iLanga)
OoBandezi ngo Gquma, Thahla, Mwele, Nyawuza, Faku, Ngqungqushe, Ziqelekazi, Hlamba ngobubende, amampondo !
Gangatha Surname
Gangatha, Cabe, Ncindesi, Tobhe, Msiza, Ziqelekazi, Hlambangobubende, Sukude, Mkhondwana, Santsabe, Mthwa, Sihula, Mpondo, Njanya, Sibiside.
AmaGangatha ngama Mpondo.
Ama Mpondo aphuma Kuba MBO.
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén