Izithakazelo zakwa Swana
Manci,
Mbali,
Maqholo,
Tshitshis’intaba.
Dludla ka Bekiso.
Umthi omkhulu owawa oThukela wabhekisa amesebe ezantsi.Β 
ZindeΒ zinemiqala!