Ngcongo Surname infoΒ π Iziduko
Phambuka,
Celeshe,
Nozisho,
Nongwadla,
Mkhonto Obkhali Obala Amazwana,
Wena owakhonjwa ngomunwe kungakayiwa enyangeni,
Mpunzi edla emini ezinye zidla ebusuku,
Maqhathula,
Wena wasekuseni, Mumbo omnyama abanye abambo bemhlophe,
Wena WaseMbo !
Tag: tilane
Tolo,
Nongwadla,
Bhanekazi,
Ngwenyankomo, Dlangamandla,
Zulu, Masali, Mfingo,
Amajubantlantsi,
Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,
Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibonβumntβozayo, Nozinja ziya…
>> Continue reading <<