Iziduko zakoNtshiza:
Mbhabha,
Malilelwa Zintombi zithi bhuti ndizeka,
andina mama, andina tata,
Gubha, Ngonyama,Mpuml’inkulu,
Rhadu, Bhayi Kacetywa,
Totoba, Simelela ngenduku ebuthelezini,
Nankazana,
Manqashe !
Tag: toweel Page 3 of 6
Izithakazelo zakwa Ngonyama π Ngonyama Clan Names
Ngonyama !
Gabede
Mshishi !
Mhlongamvula
Mdumezulwini !
Tshoza
Thethelwayo
Cwazibe !!!