πŸ’›

izithakazelo

Tag: wismeijer

WISMEIJER Clan Names & Family History | Umlando

Clan Names, Meaning & History.

surname info is currently not listed.

If you know its Meaning, Clans or History, please add it by making a comment below.

AmaNqana Clan

Nqana Mdanda Nakise Nomakhungelo Mvece Zozi Dlala alidliwa lidliwa ngabalaziyo Ngqwala kaNgqokazi Ntsika zimnyama Sihlobo sikaMona Malandul’eyiphethe Sicamba esihle sicamba sokwandlalela abatshakazi, Mpondomise!!!

AmaNqana sisiduko phantsi kwesizwe samaMpondomse. UNqana ngunyana kaNgqukatha. UNgqukatha yena uzalwa noDosini noGcaga kwindlu enkulu kaNgcwina. UNgcwina eyinto kaNtose kaMalangana kaNjanya kaSkhomo kaNdunu kaMpondomise!!

Β© 2026