By admin
On
Iziduko Gatyeni
Mnywabe Mamali Ndondela Nkomo Zibomvu neNkunzi yazo Msengana ongadliwa nazibhokhwe ezimdla ngokunyoluka zikhonyuluke Hewula Dledluthi Mfazi obelenye Dlanza zinemali.
Izithakazelo zakwa Mgidi:
Mgidi NGO ndlovu Zidlekhaya Ngokuswela umelusi Gatyeni, Mtungwa, Magana, Ngengezi, Marayiya, Boy’ benyathi !!!
Page 3 of 3
Previous
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén