AmaNywabe Clan names & History:
Amanywabe ngamaqakancu ngokwe GAzi ngamaxhosa ngokobuzwe ake azinza nase Lesotho nakwa zulu amanywabe uzalwa fumana south Africa Yonke
UNciya ungunoqakancu uzala unhiki
Unhiki azale ugcutshurha
Gcutshurha uzala uqilika
Uqilika uzala uqintelexi
Uqintelexi azale uhintsabe
Hintsabe azale unkohla
Unkohla azale chwama
UChwama wayenaba fazi abahlanu
Kumfazi woqala wazala Usukwini
Kumfazi wesibini wazala Ucethe
Kumfazi wesithathu wazala Usithathu
Kumfazi wesine wazala Umnywabe
Kumfazi wesihlanu wazala Umvamba Utata kamgiqwa
Umnywabe wazala naye wenza eyakhe indlu wala
U gatyeni Ugatyeni wazala undala
Undala wazala undondele undondela
Wazala umamali umamali wazala
UNdondela ngulo xa eteketiswa kuthwa ngunko ezibomvu nenkunzi yazo
Kuba amanywabe ayenemihlambi yenko ezibomvu zinintsi ke izindluzamanywabe
Kodwa umnywabe mnywabe ohluke nge fani or surnames.