Iziduko Gatyeni

Iziduko Gatyeni

Mnywabe
Mamali
Ndondela
Nkomo Zibomvu neNkunzi yazo
Msengana ongadliwa nazibhokhwe ezimdla ngokunyoluka zikhonyuluke
Hewula
Dledluthi
Mfazi obelenye
Dlanza zinemali.

Leave a Reply

This site uses Akismet to reduce spam. Learn how your comment data is processed.