2 thoughts on “Ndlovu Gabula”

  1. Daki Ndlovu Gatsheni boyabenyathi obusomba busombuluka bafika la Eastern Cape ,eBizana umlando uhamba ngoluhlobo bazalwa ngu Mapewu noTiba kwaku ngumninawa nomkhuluwa babehamba no Ngutyana bafika balwa lo amdala wabalekela eXhoseni lo amncane wahlala kwafuneka aphathe lo amncane wathi unomkhuluwa wakhe akalandwe aphathe walandwa wabuya bathi oongutyana kumelwe aqale alwe wanikwa abantu makahambe nabo wafika wababulalisa wathukuthela ungutyana wathi akaphathe omncane wathi yena ngeke aphathe ekhona umkhuluwa wakhe akaphathe ungutyana then umhlaba wabizwa ngokuba kukwangutyana baphatha kanjalo oongutyana kumhlaba wethu thina sasi nomthi wokulandelwa ziinkomo sasineenkomo oongutyana bengenanto sisika phetsheya koThukela sikhokhelwe nguMpongo kaZingelwayo.

    Reply

Leave a Comment