Ndlovu Malunga
Ndlovu,
uzudlekhaya,
mntungwa,
ngengezi,
malunga,
unkomo zidlekhaya ngenxa yoswelumalusi,
zaze zoluswa yintombazana udimazana,
nina baka Dimazana nina enibahle nje ngobuso bentombi !!
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel