Abakwa Mlilo – Mlilo Clan Praises

Mlilo,

Singwazi,
Lindamkhonto,

Sivumane samantsena,

Mashisa/Matshisa,

Chauke,

Amathonga amahle avusa abafileyo abakoGasa baze bayivuma lendaba,

Abavumisa amaTsena,
Abathwali bomlilo ngenkumba,

Mtotobi kaNkumba,

Sihumba,

Mntungwa,

Mabaso,
Mbulazi,

Mangethe,

Mabhena !!!