Ndingu mzukulwana wakwa Magobiyane. Oo Goqolo, Mjoli, Thanana, Mabhengu, Moya, Ntshintshi, Wushe, Bhaca.
Utatomkhulu wam (owayesuka eNgqamakhwe, eMaxelegwini) wathi singamaBhaca. Izinto ezathi zifika kungekophulwa , zathi zona zingxamile, yilibazisa le, saphani inyama le thina siyafikuthsa.(ezinye apha ndizifakelele ngokuyiwonda kwam). Ndicela nongeze okanye nilungise bantakwethu.
More about MagobianeEducational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Le fani ibizwa, ibhalwe ngeendlela ezininzi. Magobhiyane, Magobiane,Magobiana, ezinye zizakuvule.
Ndingu mzukulwana wakwa Magobiyane. Oo Goqolo, Mjoli, Thanana, Mabhengu, Moya, Ntshintshi, Wushe, Bhaca.
Utatomkhulu wam (owayesuka eNgqamakhwe, eMaxelegwini) wathi singamaBhaca. Izinto ezathi zifika kungekophulwa , zathi zona zingxamile, yilibazisa le, saphani inyama le thina siyafikuthsa.(ezinye apha ndizifakelele ngokuyiwonda kwam). Ndicela nongeze okanye nilungise bantakwethu