Magobiane Meaning, Clan Names, Origin & History

Ndingu mzukulwana wakwa Magobiyane. Oo Goqolo, Mjoli, Thanana, Mabhengu, Moya, Ntshintshi, Wushe, Bhaca.

Utatomkhulu wam (owayesuka eNgqamakhwe, eMaxelegwini) wathi singamaBhaca. Izinto ezathi zifika kungekophulwa , zathi zona zingxamile, yilibazisa le, saphani inyama le thina siyafikuthsa.(ezinye apha ndizifakelele ngokuyiwonda kwam). Ndicela nongeze okanye nilungise bantakwethu.

More about Magobiane

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

2 thoughts on “Magobiane Meaning, Clan Names, Origin & History”

  1. Le fani ibizwa, ibhalwe ngeendlela ezininzi. Magobhiyane, Magobiane,Magobiana, ezinye zizakuvule.

    Reply
  2. Ndingu mzukulwana wakwa Magobiyane. Oo Goqolo, Mjoli, Thanana, Mabhengu, Moya, Ntshintshi, Wushe, Bhaca.

    Utatomkhulu wam (owayesuka eNgqamakhwe, eMaxelegwini) wathi singamaBhaca. Izinto ezathi zifika kungekophulwa , zathi zona zingxamile, yilibazisa le, saphani inyama le thina siyafikuthsa.(ezinye apha ndizifakelele ngokuyiwonda kwam). Ndicela nongeze okanye nilungise bantakwethu

    Reply

Leave a Comment