Ngqulunga, majola, sobiya, ntiza, yeyesa wasemngeni, ndlela zabadluli nabagodusi, macingwane, nyanda yemikhonto !!