Tolo,
Nongwadla,
Bhanekazi,
Ngwenyankomo, Dlangamandla,
Zulu, Masali, Mfingo,
Amajubantlantsi,
Vumba lempongo liyanuka, Nozinja ziyakhonkotha,
Kuba zithi : “Hawi! Hawu! Hawu! Xa zibon’umnt’ozayo, Nozinja ziya…
>> Continue reading <<
Educational videos
🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel