clan names šŸ’› clan history šŸ’Æ

izithakazelo

Maduna Clan Names & History

Maduna Surname

Msuthu,

Gubevu,

Nokhala,

Jiyane,

Mpungushe,

Mandl’amakhulu,

Sivunguvung’ esawis’ indoda emahlangeni,

imamba kandidini ngoba ngimesabile,

uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda,

Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni,

Ngaculende emabalabala njenge ngwe,

Inkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo,

Ngub’engcuka aaahhh!!!!!!

Previous

Amakhosi akwaMkhize

Next

Msomi Clan Names

6 Comments

  1. Kanyiso Matomane

    Kanyiso Matomane ioriginal yaku Tsolo, uMaduna, Nokhala, Tiba, Ngacul’ende, Gubevu, Sjakula, Solathiso, Malobola ngeeNgqukuva kuba ezineempondo zizohlaba abakhwekazi, sivunguvungu esawisa indoda emahlangeni, Mamba kaNdindi……!!

  2. Phindiwe Samka

    Ndingu Madun’edakeni Jiyane, Salathiso e Lusikisiki ndiyazingca ngobumna,ndingu Phindiwe igama intombi ka Themba yena e zalwa ngu Nelson, ezalwa ngu Zweni ezalwa ngu Samka e Mevana ku Gatyana apo inkaba yetu ivela kona. Camagu Besuthu.

  3. Ongezwa Njeza

    Ndingu Ongezwa Njeza.

    U mamaduna!! Nokhala,Msuthukazi.

  4. Ndingu nomthandazo Mayapi Intombi yakwa Maduna, MSUTHU, JIYANE, JEKULA, TIBA, salakulandelwa GUBEVU, Nokhala

    • Molo Sisi, nam ndinguye uMaduna UJiyane ngokwakhe, ndiyanqwenela ukuba ndikhe ndixhamle ubuncwana wokudibana nabantu basendlini, ngokokuhlala ndiseMonti, eMdantsane.šŸ™šŸ¾

  5. Nontsingiselo

    Ndingu Nontsingiselo Hlwempu. Duna,Nokhala. Ndisuka Eastern cape sterkspruit

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén

error: