Ndila, Nyezile, Qangaza kawongqili, Ndlwan’isematyani, Ndulin’ophezulu, Mndini, Fulela Kunetha, Tshunguza, Cekwana, Gadluma, Tshutsha, Simnde, Phaphu lengonyama, Nomatsinyane, Mpondomise.
Ndila, Nyezile, Qangaza kawongqili, Ndlwan’isematyani, Ndulin’ophezulu, Mndini, Fulela Kunetha, Tshunguza, Cekwana, Gadluma, Tshutsha, Simnde, Phaphu lengonyama, Nomatsinyane, Mpondomise.
Powered by WordPress & Theme by Anders Norén
iviwe maka
bantu bakuthi klk amandila asingawo amampondomise okanye amaxhosa singabantu abohlukene kwisizwe sama hlubi kodwa ngenxa yemeko nemfuduko sanikwa ububele nempatho entle bubukhosi basamampondomisweni
Bulelani Xuma
Kukho uluvo oluthi amaNdila ngaMondomse. Ndifuna ukuthi amaNdila la, makhe aphande nzulu kuba akaveli kumnombo wakuDombo, nakuwuphi umno.bo wasemaMpondomseni. Kukho uluvo oluthi amaNdila la ngaBathwa. Xa umamela ezithutha kwizibongo zawo, athi angoQangaza kaWongqili Ndlwan’isematyeni, Ndulini, lonto ithi ingakhe ibe nobunyani ukuba ngaBathwa. (Clicks) Liyinene Nyezile elithi makhe ziphande nzulu.
Sindi
Bhuti Bulelwa, ndlela le esinqabr ngaso esisiduko. Esisiduko sakulo mama ozala umama wam – intombi yakwaSiko. kudala ndiphanda ngaso. enkosi nangeli galelo lakho.
Monwabisi
NdiliNdila nam Sindi. Esis’duko sakowethu sinqabile kwaye ndiyanqwenela ukusenza saziwe njengezinye.
Noludwe
Molweni maNdila, nam ndinomdla wonkwazi mdili ngesosiduko sethu. Nibuya kweliphi icala?