clan names πŸ‘‘ history

izithakazelo

Ndila Clan Praises , Ndila Meaning & History

Ndila:

Ndila, Nyezile, Qangaza kawongqili, Ndlwan’isematyani, Ndulin’ophezulu, Mndini, Fulela Kunetha, Tshunguza, Cekwana, Gadluma, Tshutsha, Simnde, Phaphu lengonyama, Nomatsinyane, Mpondomise.



🔍 Search here 🔍+ ADD CLAN NAMES🎬 Watch our videos

Previous

Makhaza Clan Praises , Makhaza Meaning & History

Next

THABANENG Clan Praises , THABANENG Meaning & History

4 Comments

  1. Bulelani Xuma

    Kukho uluvo oluthi amaNdila ngaMondomse. Ndifuna ukuthi amaNdila la, makhe aphande nzulu kuba akaveli kumnombo wakuDombo, nakuwuphi umno.bo wasemaMpondomseni. Kukho uluvo oluthi amaNdila la ngaBathwa. Xa umamela ezithutha kwizibongo zawo, athi angoQangaza kaWongqili Ndlwan’isematyeni, Ndulini, lonto ithi ingakhe ibe nobunyani ukuba ngaBathwa. (Clicks) Liyinene Nyezile elithi makhe ziphande nzulu.

    • Sindi

      Bhuti Bulelwa, ndlela le esinqabr ngaso esisiduko. Esisiduko sakulo mama ozala umama wam – intombi yakwaSiko. kudala ndiphanda ngaso. enkosi nangeli galelo lakho.

      • Monwabisi

        NdiliNdila nam Sindi. Esis’duko sakowethu sinqabile kwaye ndiyanqwenela ukusenza saziwe njengezinye.

        • Noludwe

          Molweni maNdila, nam ndinomdla wonkwazi mdili ngesosiduko sethu. Nibuya kweliphi icala?

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

β“’ 2025