Mkabane
Majeke
Mthwe’mbotyi
Noqazo
Manzana
Nye’tyeni
Nkomo’zakulo’nonkomo
Nyaw’ezbomvu noba zinentsente!
Iziduko: Mnkabane
Majeke,
Mthwembotyi,
Noqazo,
Mayeye,
Nduntsha,
Nkomo zika Marhama,
zika Ngxalenye,
zika Khamanzana,
unyawo zipinki noba zinentsente,
uMthondwana,
Mbuswana,
Nywabelemntwini, mfaz’obele linye,
uNkomo zakwa Ntleki,
Mabandla ka Rhanjana,
Mzilanto.
Undlunkulu wamaNkabane use Dutywa kwisithili sase Taleni, Lunga Mdunyelwa !!
Sithandile Siko
I’m also a mkabane
Yonwaba Siko
mntase
Tembinkosi Dawuwa
I want all Nkabane origin
Vuyelwa
Mkabani, Majeke is part of my clan name.
I cannot seem to find Ntsholo’s clan names (as it is my surname)
If you can, please assist.