Iziduko Mnkabane: –
Majeke,
Mthwembotyi,
Noqazo,
Mayeye,
Nduntsha,
Nkomo zika Marhama,
zika Ngxalenye,
zika Khamanzana,
unyawo zipinki noba zinentsente,
uMthondwana,
Mbuswana,
Nywabelemntwini, mfaz’obele linye,
uNkomo zakwa Ntleki,
Mabandla ka Rhanjana,
Mzilanto.
Undlunkulu wamaNkabane use Dutywa kwisithili sase Taleni*”Lunga Mdunyelwa”.

AmaNkabane | Nkabane Clan | Iziduko Nkabane

AmaNkabane | Iziduko Nkabane | Nkabane Clan Majeke, Mayeye, Mthiwembotyi, Noqazo, Ndluntsha, Ntleki

Izithakazelo Zakwa Sibindi

Sibindi Clan Names: ESibindi, eGodonga eMsundulomunye, Bengwani, Mtungwa weZembe Mbuduma kaMasoka kaManala, Wen' owasok' Amadod' elibele ethi awuyikusoka, Kant' usoke Read more