Natsi imvelaphi YamaNywabe
Amanywabe ngo qhakancu
Phuma ku nciya
Ozala unhiki ozala ugcushurha ozala qilika ozala qintelexi ozala unkohla unjabomvu ozala uhintsabe ozala chwama
Uchma wayena bafazi abahlanu
Kwindlu yoqala
Wazala Usukwini
Kweyesibini wazala
Ucethe
Kwesthathu wazala
Usithathu
Kweyesine wazala
UMnywabe
Kweyesihlanu wazala
Uvamba uyise kagiqwa
UMnywabe wazala naye
Wazala ugatyeni
U gatyeni uzala undala
Undala uzala u Ndondela
Undondela uzala
Mamali
U Mamali uzala
Unsengana
Unsengana uzala utulo
Utulo uzala uhoko
Uhoko uzala uniko
Uniko uzala uhulushe nohemshe
& BHENGU clan Dlamini Dlomo Dube Duma Dumakude Gasa Gumede history iziduko Izithakazelo Jali Jiyane Kunene Langa MALINGA Maphoto Mbuyisa Mdluli Meaning Mlambo Mlotshwa Mnguni Mntungwa Mpangazitha Msuthu Mthiyane Mthombeni Mwelase Mzilankatha names Ndaba Ndlovu Ngwane origin praises Qwabe surname Vezi zakwa Zikode Zulu ❤️
Leave a Reply