πŸ’›

izithakazelo

Camagwini Manywabe Clan & History

Natsi imvelaphi YamaNywabe

Amanywabe ngo qhakancu

Phuma ku nciya
Ozala unhiki ozala ugcushurha ozala qilika ozala qintelexi ozala unkohla unjabomvu ozala uhintsabe ozala chwama

Uchma wayena bafazi abahlanu

Kwindlu yoqala

Wazala Usukwini

Kweyesibini wazala

Ucethe

Kwesthathu wazala

Usithathu

Kweyesine wazala

UMnywabe

Kweyesihlanu wazala

Uvamba uyise kagiqwa

UMnywabe wazala naye

Wazala ugatyeni

U gatyeni uzala undala

Undala uzala u Ndondela

Undondela uzala
Mamali

U Mamali uzala

Unsengana

Unsengana uzala utulo

Utulo uzala uhoko

Uhoko uzala uniko

Uniko uzala uhulushe nohemshe

Previous

Jafta Clan Names | Jafta History

Next

Motaung oa Ha Hlalele

2 Comments

  1. Khayalethu Makana

    Camagwini mamnywabe bendicela ukubuza u Gatyeni ufunani ko Ndlovu xana Thina singahlangani nabo??

    • Mthetheleli Xhanti Le Afrika Gcumeni

      Ngu GATSHENI lowo ngengoba no Gatsha engengo Gatya…mahluko ukho nalapha ekubetheni kolwimi nakwintsukaphi ngokunjalo.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Powered by WordPress & Theme by Anders Norén