Aaah Ngoyi
Ngqatyana,
Zozothi,
Sthebe esimananganangani
Esidlela ntlala yethokaz ngaphaya komfula
Nkiba sendinkibile
Wen’uphuzubeke xa ubona abantu besiza