Zumbe kaNgcwina, Ndalane kaNdodi, Yubu kaMabhula, Simanga sekati edlβamanqathe wodwa, nyama emdaka ethandwa ngabafazi, vula vala bathi wenzile Namhla engenzanganto, abantu abahombe ngeentongo , zithi zosulwe ngabawathandayo abeZumbe, Mpondomise.
UZumbe uzalwa noNgcinase noGcuma kwiqadi lendlu kaNgcwina. NgamaMpondomise
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESπ¬ UTube Channel
Leave a Reply