Diza Thimla Mfane udiza amahlebo uThimla kuvel lukhozwana Ndondo Seyiwa Mkhaselwa Gcuma Gushiwokowoko umaqholwenqanda mpumlwana ezi thimla zontandathu uMfana ongafaniyo into oyithate uyiphuqaphuqe emasini uyive apho imnandi khona kutwa inhokwe zamaFana ziyarhala ngodla amaqgabi omthathi kulahlahla zizwe zisona impondomise
π Search here π+ ADD CLAN NAMESπ¬ Watch our videos
Leave a Reply