Aaaaah mjobi ,Nosings mntu ‘ womlambo ongawelwa ngabantu owelwa ziinkonjane kuphela kuba zona zinamaphiko , Menyezwa , ndoko , Msuthu , fulali, nyoka emnyama eyacanda iziziba Sinqula kuwe Gaba lalashe shweshwe mpondo zephela!
π Search here π+ ADD CLAN NAMESπ¬ Watch our videos
Leave a Reply