Nkomo zikaKiti
ZikaNkumba
ZikaNkosi
Nomafu
Nkomo ezindlebe marholithi
Nkomo zomcepheph’ucandiwe
Nomyebuyebana ooboaya beengonyama zehlathi lozimela ama-Nkumba
Nkomo zikaBhadlase
Mbovu
Ngubane
Bikada
Mgweda
Ngcukumane
Zwetsha
Ngwane.
Sophono
Wose
Ntsholo !!


More information is available on our YouTube channel