I want to add the clan names of Amashweme:
NgoShweme, ngoGabuza, ngoGusha, Oomkhonto, Oomalilelwa, Oogqagqane, Bhamla Zila ooNolundi ngoLimakwe ke abo.
Bane surnames ke ezahlukeneyo kodwa ngabantu abanye bonke basuka KwaZulu-Natal nga Mabhaca !
Author: Sandile Mahobe Page 37 of 69589
Ngqikiza, Lusalo, Mkhaphela , Catala kaQoyi, mbukambuk’msila wegusha , mbumbulu inye , zingambini ziyadubulana !