πŸ’›

izithakazelo

Author: admin Page 47 of 69589

Sukude clan names

Usukude, uzala uKhondwandana, or uMkhondwandana, zeyena azale uNtlane, unNtlane azozala uNqabane no Ntsibakazi.

Apho basuka khona kupha Ku Nkosi , Ku Santsabe, Ku Njanya, kusibiside, Ku Sihula, kuMthwa.

Njalo, njalo.

Mpasa clan names & Origin

mpasa, dobo, nokulila, maganda, kaswenya, mnyama, nendaba, gasela, sicibilili ndini,phangelutshaba, nokulila, nkuthe, ndothi mandizamuzityibela ngokwam aphekhaya!

Maguvha surname origin and clan names

Maguvha surname was found in Zimbabwean Rhodesian under Maguvhe and moved to Republic of South africa as Maguvha now original in Venda Limpopo..

do you know its clan names?

Masilela Clan Praises

Somdibana, ingudeyi ya madoda, isigaja sikampevu, asimphevu wembala ngewodaka, umlwayedwa abanye balwa ngababili,
Nqondobeza Dlambili umzaqa siw’ khomba ka ngwane, Mdibane ingidi ebovu !

Page 47 of 69589

Β© 2026