Bhedla kaMpulana,
uMnqabe,
umthana ontsingalalana,
uKhanju kaGomatana,
abantu baseMdumba,
ndiliBomvana!