Bhele,
Khuboni,
Langa,
Qunta,
Mafu,
Ndabezitha,
Ntab’ayinyukwa inyukwa ngama’Bhele’odwa Nontanda’kuphakanyiswa, Wena othi uphekwe nelitye kuvuthwe ilitye kuqala,
Langa !!!!!
🔍 SEARCH 🔍+ ADD CLAN NAMES▶ UTube Channel
Bhele,
Khuboni,
Langa,
Qunta,
Mafu,
Ndabezitha,
Ntab’ayinyukwa inyukwa ngama’Bhele’odwa Nontanda’kuphakanyiswa, Wena othi uphekwe nelitye kuvuthwe ilitye kuqala,
Langa !!!!!