Bhukhwana, Oombara, Mtshobo, Phuphulwengonyama into ezingaphathwamntu ngoba zizinkosi ngokwazo!
If you know extra Bhukhwana clans or their history, kindly add in the comments below.
More about BhukhwanaEducational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel
Bhukhwana mbarha zitshetshe phaphu lengonyama nompofu hata malala sothuka njengosana ngqunga nobende dedesi langa lakusasa nyoka emnyama ecanda iziziziba umfula awuwelwa uwelwa ziinkonjane kuphela Kuba zona zinamaphiko obathi abanye bengana iintombi yena abe engana impukane into kanomahayi hayi bathi yenzile namhla ingenzanganto…
OoMbarha kaloku ngooBhukhwana bona. OoMpofu. OoHa’ata. OoZitshetshe. uPhaph’leSilo. uPhaph’leNgonyama. OoMpofu. uNyoka emnyama uma bonwa abulawe. Izinto ezingeno phathwa nayiphi na iNkosi kuba zona ziziNkosi ngokwazo.