Bulelani kuJehova lyrics – Lundi
More about Bulelani Kujehova Lyrics #8211; LundiBulelani kuJehova ngokuba elungile kuba ububele bakhe bungunaphakade.
Asho amaIsrayeli izindlu zawo zonke athi ububele bakhe bungunaphakade.
Ndikhokhele weJehova ndikumhambi Nkosi
yami, wona amandla andinawo ndibuthakathaka.
Educational videos
π SEARCH π+ ADD CLAN NAMESβΆ UTube Channel