Want a t-shirt or hoodie with your clans? click here to see pictures

Chagi,
Ndukude,
Sothongothi,
Mbhabhama kaXakath umbundlwane,
Malala nentomb’ ivuk’ ithi ndizeke,
Hlahla lenkomo,
Slwan’ esnoboy’ emadolweni,
Ngwendu

Aah Ndukude ikumkani aliqedwa !!


More information is available on our YouTube channel