Mntungwa

Tshembe

Dlabathi

Ndukumkhonto

S’wahla

Nomafu

Mafuza Fulele (Njenge lifu lemvula)

Mdak’omnyama (Ongava zonke ezisepha zilapha phandle)

Ngele-Ngele

Vungama Vungama (Phezu komkhonto)

Gogotha

Mhlanekeli ka Mzondo

Msuthu

Nyathikazi

Langa

Hlubi

Nomakhela

Maphanga

Ndzipho zimnyama ngenxa yokuqhwaya-qhwayana

Sithi ke abo.