Gqwashu:
Lawu,
Tikayivumani nepokotho ihla ngomlenze,
Umtshotsho useBelleville indibano isepele,
apho kuxhentswa ikatala ingekakhali,
Ngxiya !!
Someone added a slightly different version with more cln names:
Mgqwashu
Gxiya
Lawa
Yabase
Nogethe
Khamlane
Fabela
Siyaphi
Mvambo
Manzini
Thiphana ka ncanjana
Magorha
Komo zenxele
Ntung’ozibomvu!
Bubele Roboji
Mgqwashu
Gxiya
Lawa
Yabase
Nogethe
Khamlane
Fabela
Siyaphi
Mvambo
Manzini
Thiphana ka ncanjana
Magorha
Komo zenxele
Ntungo”ozibomvu
F
Kh