Mhlauli Clan Names šŸ’›

Bhinitha,
Khakhaza,
Ncwabane,
Mvundlela,
Lusiba,
Mlambo ongawelwayo owelwa zinkonjane zona zimaphikwamade
Mbinga,
Dladla,
Ncwabane,
Gocina,
Mazibuko
Mngoma,
Dlalela,
Nzimande
Ntwezifanelwa lilaphu likamlungu ngathi lelazo kanti zilibolekile ntozika Ndedeba,
Dlalela intwezawel’umlamb’iNqadu zadlamathibathiba ngenxa yobethwa yindlala !!! šŸ™ŒšŸ™Œ