Inkomo yomncamo – lenkomo kamakoti ayihlaba ekhaya evalelisa ezintombini zangakubo.