Nqondo
Gokhwana
Nondaba
Mbikhwe
Vamanda
Mntshaba
Bagqe
Mthwa
Ntwenesibindi eyatshina egula yathi ebezozala apha bhaca phath’intlama vundile gwintsa
Thanga limkhuma
Sikhundlana se Mpunzi ngumbhoxwana
Mphuzuka wehlungulu
Nkomo zidlele khaya kuba ziswele umalusi
Nyatheli nyama esazoyidla !! πŸ™ŒπŸΏπŸ™ŒπŸΏ


More information is available on our YouTube channel