Want a t-shirt with your clans? click here to make your order

Mna ndingu Mpempe uNala uzalwanguMpembe kwasoTshangane ze uNala waya kwaZulu wazala uNkomba,uThabethe kunye noNzima kwintombi yaseMtshezi uMasithole kemna ndingu mpembe nala nomqguma ndokose nojakadela nkomo ezimhlophe ziyala ukulandela ndikumhlaba wakwaBomvana ngoku
Ngifuna isikibha esihle esibhalwe igama lami See pictures here