Dludla Clan Praises:

Nolanga,
Skhakha somfazi,
Nsukunganye,
Cebisa, ocebisa abafokazana ngozuka
Ndwani, Noyivalela,
Ndaba zamanina,
Sibunyana siluhlazana intebe,
Mandondo weNkethe,
Jaja, Maphambukela,
Mbayimbayi, Mbuya,
Madlodlongwane,
Sikhonkwane, Ntanjana,
Mmemezi, Tonisi,
Maxolo!

Dludla clan praises with English translation:

Nolanga,
(Nolanga).

Skhakha somfazi,
(Skhakha somfazi).

Nsukunganye,
(Nsukunganye).

Cebisa, ocebisa abafokazana ngozuka
(Cebisa – the one who advises the commoners with five cents).

Ndwani, Noyivalela,
(Ndwani, Noyivalela).

Ndaba zamanina,
(Ndaba zamanina – the affairs/head of the mother’s side / maternal lineage).

Sibunyana siluhlazana intebe,
(Sibunyana siluhlazana intebe).

Mandondo weNkethe,
(Mandondo weNkethe).

Jaja, Maphambukela,
(Jaja, Maphambukela).

Mbayimbayi, Mbuya,
(Mbayimbayi, Mbuya).

Madlodlongwane,
(Madlodlongwane).

Sikhonkwane, Ntanjana,
(Sikhonkwane, Ntanjana).

Mmemezi, Tonisi,
(Mmemezi, Tonisi).

Maxolo!
(Maxolo).

πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMES🎬 UTube Channel