Want a t-shirt with your clans? click here to see pictures

Iziduko zoo Zibula Clan Names

UMhlwane, UZibul’amaHlwane, USqayele, UShlahla somnquma sithi sigawulwa sibe sihluma, UDluba bakhulu, UTsiya,UM vungamzi, UMexuza, UMesabiso, AmaZizana, OoMhlwane, OoZibul’amaHlwane, OoSqayele, OoShlahla somnquma sithi sigawulwa sibe sihluma, OoDluba bakhulu, OoTsiya, OoMvungamzi, OoMexuza, OoMesabiso, AmaZizana !


More information is available on our YouTube channel