Ngcwangule,
Tita, Phelwane, skhuni somnga squtywa singeva ungqashiya, nguntombi ziyamkhalela zithi bhuti usishiyelani na, ntombi zithi bhuti ndizeke noba awunankomi, ngumntu owagwaza omnye umntu emasendeni, ngumthwa isihlibi se-donki!!

Β© 2026
Nokuphumla Macingwane
May you please email all Ngcwangule clan names all of them also the fore fathers from Ntu to Macingwane
Anelisa Majova
Zizithakazelo zongcwangule ezo
Yongama Gusha
Ngcwangule, Tita, Phelwane, skhuni somnga squtywa singeva ungqashiya, nguntombi ziyamkhalela zithi bhuti usishiyelani na, ntombi zithi bhuti ndizeke noba awunankomi, ngumntu owagwaza omnye umntu emasendeni, ngumthwa isihlibi seDonkey