OJwaxa ngamakwayi ongconde, orharhabe, otogu.
Babuya kumhlaba wasedikeni EHala phantsi wentaba zoonTsikane ooSomgxada kumhlaba kaJongumsobomvu.
umzukulwane kalwaganda.
Ngamagorha alwe imfazwe zomkhonto ezazikhokhelwa nguNkosi uJongumsobomvu kaMaqoma.
Kwanele Bonga Jwaxa
OJwaxa ngamakwayi ongconde orharhabe otogu.Babuya kumhlaba Wasedikeni EHala phantsi wentaba zoonTsikane ooSomgxada kumhlaba kaJongumsobomvu umzukulwane kalwaganda.ngamagorha alwe imfazwe zomkhonto ezazikhokhelwa nguNkosi uJongumsobomvu kaMaqoma.