Majova Clan names, Meaning, Origin & History

Hey Admin
I’m Xhosa and my surname is Majova in amaxhosa tribal groups my clan names aren’t included and I’d love to know them I know a few ,Gaba Bhisha, Xhondlovu

Guest reply:

OoMajova into zika Bhisha zika Xhelindlovu ngamaNtambo oMvundlโ€™ olubhelu bathi nguNyawana zincinane oku kwe bhlayi letolofiya, Gantsa, Gigaba ngamaZotsho lawo kodwa singengawo amaZotsho omgquba sabufumana eluhambeni ubuzotsho mhla sawela umlambo iZotsha sayoma eNkumbini namaVundle namaZotsho namaWushe.
UMajova uzala uBomvana inkulu, uMevana uMbasa, uDakada noSiwaphi.

UMajova ehamba nomntakwabo uSikhova bafika bema eGarnerโ€™s drift eTsomo ngo 1827 uSikhova wahamba wayoma noMhluzi eMawusheni

More about Majova

Educational videos


๐Ÿ” SEARCH ๐Ÿ”+ ADD CLAN NAMESโ–ถ UTube Channel

2 thoughts on “Majova Clan names, Meaning, Origin & History”

  1. OoMajova into zika Bhisha zika Xhelindlovu ngamaNtambo oMvundl’ olubhelu bathi nguNyawana zincinane oku kwe bhlayi letolofiya, Gantsa, Gigaba ngamaZotsho lawo kodwa singengawo amaZotsho omgquba sabufumana eluhambeni ubuzotsho mhla sawela umlambo iZotsha sayoma eNkumbini namaVundle namaZotsho namaWushe.
    UMajova uzala uBomvana inkulu, uMevana uMbasa, uDakada noSiwaphi.

    UMajova ehamba nomntakwabo uSikhova bafika bema eGarner’s drift eTsomo ngo 1827 uSikhova wahamba wayoma noMhluzi eMawusheni

    Reply
    • Ndalibala ukufaka uMfakadolo kaMajova konyana bakaMajova, ingwevu uMfakadolo yinkulu yeqadi lendlu enough kaMajova uMaMthembu intombi kaSikolo kuba uMajova endlini enkulu uzele uBomvana owawela emfazweni namadlagusha, The Battle of Ngqwarhu Hills 20 November 1880 yalala inkulu kaMajova sele ejonge ekhulwini iminyaka kulendlu uzalwa noDakada nabanye ekunene kwazalwa uMevana noSiwaphi eXhibeni kuzalwa inkulu uMbasa kaMajova neentombi. KwiQadi lendlu enkulu nguMfakadolo owayokuma eZeerust usapho lwakhe lufumaneka eZeerust, Khuma, Botswana, Dobsonville (iMajova Street eSoweto yathiywa ngalamaNtambo)

      Reply

Leave a Comment