Myirha,
Mzondi,
Ziyeka,
Sampu,
Xusha,
Khapha,
Zakana,
Thambo lenyoka,
lihlaba elimzondayo,
Hobe elimhlophe elindanda emaweni uNomsiso
Myirha,
Mzondi,
Ziyeka,
Sampu,
Xusha,
Khapha,
Zakana,
Thambo lenyoka,
lihlaba elimzondayo,
Hobe elimhlophe elindanda emaweni uNomsiso
Β© 2026
Zamikhaya Mqungquthu
Myirha
Umzondi
Ziyeka
Usampu
Thambo lenyoka lihlaba elimzondayo
inyoka emnyama xa uyinyathele esinqeni kanti uyivisa ubuhlungu.