QAKU Clan Praises QAKU Meaning & History

Majola, Mphankomo, Qengeba ngwanya Macingwane, mchunu nqulunga, Ndabezitha Nina bakwa zacela ompondomise,Dosini, somarwharwha,zwelibanzi,zanemvula, ojolinkomo, ongwanya,ophakade,singamampondomse ngohlanga,nomakhala,thole lomthwakazi,pahla, njuza,sthukuthezi, sthandwa mhla kukubi,hoshode,mfaz obele lide oncelisa nanga phesheya komlambo, ndlebe ndlovu, mzi welanga!!
Qaku!!

More about Qaku Qaku

Educational videos


πŸ” SEARCH πŸ”+ ADD CLAN NAMESβ–Ά UTube Channel

Leave a Comment