NDLWANA:
Ndlwana.
Dontsa,
Mntungwa,
Siwahla,
Nodludlu,
Nodlabathi,
Mafuza afulele nje ngelifu lemvula Bathi akana mhlehlo kanti yimbambala,
Unonkosi,
Nozabhalala,
Maphanga !
NDLWANA:
Ndlwana.
Dontsa,
Mntungwa,
Siwahla,
Nodludlu,
Nodlabathi,
Mafuza afulele nje ngelifu lemvula Bathi akana mhlehlo kanti yimbambala,
Unonkosi,
Nozabhalala,
Maphanga !
Β© 2026
Leave a Reply