Ngcikwa, Mcobothi, Mgwayi, Gogela, Nomalinge, Sigwamp’esimanyampu-nywampu, uTshiphi uMabhuqa, uMabelekwa ngetawula, uSonywampela wath’ugwaza inyamazane kanti ugwaza ingxaki, uMalandelwa yintombi ithi ndizeke