Mkhuma Clan Praises | Mkhuma Surname
Mkhuma,
Mbathane,
Matshaya,
Nxele,
Khanda’nyawana,
Magqaba’kadliwa adliwa zibhokhwe ngonyoluka,
Maqathalikhuni,
eBhofolo, Somerset East naseBhayi ikhaya !

Luwalala Clan Praises

Mna ndingu Mkhuma uMatshaya ngenqawe ende abanye betshaya ngezimfutshane UMbathane uXesibe U Nondzaba Ukhandanyawana.uNtshengu UNoqhwalabe kwilali yase Lady Frere Vaalbank

Sithathu ooSithathu Clan Names, Meaning & History

Iziduko zako Sithathu, Khophoyi, Ndebe, Chisane, Hase, Nkomo zibomvu, Malawane, Andikuthandi Sithundzela uyadlala xa uthunyiwe, yity' uhluthe thikoloshe uyadlala xa Read more